

Heke kwakhona...

Ndiyavuya kakhulu kuba uthe wafika apha kulesite yam. Eyona nto ndizama ukuyikhanda kukuthi kubekho isite equlathe imicimbi nemibandela yakwaXhosa.

Ngoko ndicela uncedo lwakho ukuthi ingayintoni kanye le ndizakuyiqulathisa apha. Ungathanda ukubona ntoni? Ungagalelisa ngantoni?

Nceda undibhalele uvakalise umbono wakho. Igalelo lakho ndingaluvuyela kakhulu kwaye ndililindele.

Ndiyathemba wonke umXhosa onobubele ngobuzwe bakhe uyakuyivuyela lento.

Unxibelelwano nam kunganangeyiphi na indlela kwezi:

Fezekile Futhwa
P.O.Box1452
Alberton1450
South Africa
Email: fezekile @saol.co.za
Cell: 0837486639
Tel: +27(011)802-4250
Fax: +27(011)802-4412

---------------------------------------------------------------------


